39 lines
3.8 KiB
Properties
39 lines
3.8 KiB
Properties
# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
|
||
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
|
||
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
|
||
|
||
fileNotFound = IIceCat ayiyifumani ifayile kwi-%S.
|
||
fileAccessDenied = Ifayile ekwi-%S ayifundeki.
|
||
# %S is replaced by the uri host
|
||
unknownProtocolFound = IIceCat ayazi ukuba mayiyivule njani le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule mo.
|
||
connectionFailure = IIceCat ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva %S.
|
||
netInterrupt = Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha.
|
||
netTimeout = Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula.
|
||
redirectLoop = IceCat ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke.
|
||
## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don’t translate "%S"
|
||
confirmRepostPrompt = Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili.
|
||
resendButton.label = Thumela kwakhona
|
||
unknownSocketType = IIceCat ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva.
|
||
netReset = Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha.
|
||
notCached = Olu xwebhu alusafumaneki.
|
||
netOffline = IIceCat ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iWebhu.
|
||
isprinting = Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta.
|
||
deniedPortAccess = Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. IceCat isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho.
|
||
proxyResolveFailure = IceCat ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa.
|
||
proxyConnectFailure = IceCat ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa.
|
||
contentEncodingError = Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.
|
||
unsafeContentType = Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki.
|
||
externalProtocolTitle = Isicelo sangaphandle seprothokholi
|
||
externalProtocolPrompt = I-aplikheyishini yangaphandle kufuneka ilontshelwe ukuphatha amakhonkco %1$S:.\n\n\nIkhonkco eliceliweyo:\n\n%2$S\n\nI-aplikheyishini: %3$S\n\n\nUkuba ubungasilindelanga esi sicelo ingaba yinzame yokuxhaphaza ubuthathaka kwenye yalo program. Rhoxisa esi sicelo ngaphandleni kokuba uqinisekile ukuba asinalunya.\n
|
||
# LOCALIZATION NOTE (externalProtocolUnknown): The following string is shown if the application name can't be determined
|
||
externalProtocolUnknown = <Akwaziwa>
|
||
externalProtocolChkMsg = Khumbula okukhethwe ndim ukulungiselela onke amakhonkco olu didi.
|
||
externalProtocolLaunchBtn = Ndulula inkqubo
|
||
malwareBlocked = Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
|
||
unwantedBlocked = Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
|
||
deceptiveBlocked = Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
|
||
cspBlocked = Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo.
|
||
corruptedContentErrorv2 = Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka.
|
||
## LOCALIZATION NOTE (sslv3Used) - Do not translate "%S".
|
||
sslv3Used = I-IceCat ayinako ukuqinisekisa ukhuseleko lwengcombolo yakho ku-%S ngenxa yokuba isebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko olwaphukileyo.
|
||
inadequateSecurityError = Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.
|