# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. fileNotFound = IIceCat ayiyifumani ifayile kwi-%S. fileAccessDenied = Ifayile ekwi-%S ayifundeki. # %S is replaced by the uri host unknownProtocolFound = IIceCat ayazi ukuba mayiyivule njani le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule mo. connectionFailure = IIceCat ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva %S. netInterrupt = Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha. netTimeout = Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula. redirectLoop = IceCat ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke. ## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don’t translate "%S" confirmRepostPrompt = Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili. resendButton.label = Thumela kwakhona unknownSocketType = IIceCat ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva. netReset = Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha. notCached = Olu xwebhu alusafumaneki. netOffline = IIceCat ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iWebhu. isprinting = Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta. deniedPortAccess = Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. IceCat isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho. proxyResolveFailure = IceCat ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa. proxyConnectFailure = IceCat ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa. contentEncodingError = Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo. unsafeContentType = Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki. externalProtocolTitle = Isicelo sangaphandle seprothokholi externalProtocolPrompt = I-aplikheyishini yangaphandle kufuneka ilontshelwe ukuphatha amakhonkco %1$S:.\n\n\nIkhonkco eliceliweyo:\n\n%2$S\n\nI-aplikheyishini: %3$S\n\n\nUkuba ubungasilindelanga esi sicelo ingaba yinzame yokuxhaphaza ubuthathaka kwenye yalo program. Rhoxisa esi sicelo ngaphandleni kokuba uqinisekile ukuba asinalunya.\n # LOCALIZATION NOTE (externalProtocolUnknown): The following string is shown if the application name can't be determined externalProtocolUnknown = externalProtocolChkMsg = Khumbula okukhethwe ndim ukulungiselela onke amakhonkco olu didi. externalProtocolLaunchBtn = Ndulula inkqubo malwareBlocked = Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. unwantedBlocked = Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. deceptiveBlocked = Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. cspBlocked = Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo. corruptedContentErrorv2 = Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka. ## LOCALIZATION NOTE (sslv3Used) - Do not translate "%S". sslv3Used = I-IceCat ayinako ukuqinisekisa ukhuseleko lwengcombolo yakho ku-%S ngenxa yokuba isebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko olwaphukileyo. inadequateSecurityError = Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.