trisquel-icecat/icecat/l10n/xh/dom/chrome/appstrings.properties
2025-10-06 02:35:48 -06:00

31 lines
3.4 KiB
Properties

# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
fileNotFound = Ifayile engu-%S ayifumaneki. Nceda ukhangele indawo uze uzame kwakhona.
fileAccessDenied = Ifayile ekwi-%S ayifundeki.
unknownProtocolFound = Enye yezi zilandelayo (%S) ayiyoprothokhol ibhalisiweyo okanye ayivumelekanga kule ndawo.
connectionFailure = Ukudityaniswa akuvunywanga xa bekuzanywa ukuqhagamshelana ne-%S.
netInterrupt = Unxibelelwano kwi-%S lupheliswe ngequbuliso. Ezinye iingcombolo zisenokuba zitshintshelwe kwenye indawo.
netTimeout = Inkqubo iye yaphelelwa lixesha xa izama ukuqhagamshelana ne-%S.
redirectLoop = Umlinganiselo wokuthunyelwa kwakhona kwale URL ugqithisiwe. Ayinakho ukulayisha ikhasi eliceliweyo. Oku kunokubangelwa ziikhukhi ezithintelweyo.
confirmRepostPrompt = Ukubonisa eli phepha, iaplikheshini kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (elinjengokukhangela okanye ingqinisekiso) ebelenziwe ngaphambili.
resendButton.label = Thumela kwakhona
unknownSocketType = Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kokuba ufakele iPersonal Security Manager (PSM). Khuphela uze ufakele i-PSM uze uzame kwakhona okanye ukhwebe umlawuli weekhompyutha wakho.
netReset = Uxwebhu aluqulethanga zingcombolo.
notCached = Olu xwebhu alusafumaneki.
netOffline = Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kwenethiwekhi. Ukungena kwinethiwekhi, khululela ukusebenza ngaphandle kwenethiwekhi kwimenyu yefayile.
isprinting = Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta.
deniedPortAccess = Ukufikelela kwinombolo yetshaneli enikiweyo kuqhwalelisiwe ngezizathu zokhuseleko.
proxyResolveFailure = Iseva engummeli oyilungiseleleyo ayifumaneki. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona.
proxyConnectFailure = Ukudityaniswa kwaliwe xa bekuzanywa ukuqhagamshelana neseva yommeli oyilungiseleleyo. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona.
contentEncodingError = Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.
unsafeContentType = Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki.
malwareBlocked = Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
unwantedBlocked = Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
deceptiveBlocked = Ipheph lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
cspBlocked = Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo.
corruptedContentErrorv2 = Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka.
sslv3Used = Ukhuseleko lwengcombolo yakho kwi-%S alunako ukuqinisekiswa kuba lusebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko eyaphukileyo.
weakCryptoUsed = Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ingabiwa, uqhagamshelo kule webhsayithi alusekwanga.
inadequateSecurityError = Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.