# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. readError = I-%S ayikwazi kugcineka kuba ifayile ayifundeki.\n\nZama kwakhona kamva okanye uqhagamshelane nomlawuli weseva. writeError = I-%S ayikwazi kugcineka kuba kwenzeke imposiso engaziwayo.\n\nZama ukugcina kwindawo eyahlukileyo. launchError = I-%S ayivuleki kuba kwenzeke imposiso engaziwayo.\n\nZama ukugcina kwidiskhi kuqala uze uvule ifayile. diskFull = Akukho ndawo yaneleyo yokugcina %S kwidiskhi.\n\nSusa iifayile ezingeyomfuneko kwidiskhi uze uzame kwakhona, okanye zama ukugcina kwenye indawo. readOnly = I-%S ayikwazi kugcineka kuba idiskhi, ifolda okanye ifayile ayibhaleki.\n\nYenza idiskhi ibhaleke uze uzame kwakhona okanye zama ukugcina kwenye indawo. accessError = I-%S ayikwazi kugcineka kuba akunakho ukutshintsha umxholo wala folda.\n\nTshintsha iipropati zefolda uze uzame kwakhona okanye zama ukugcina kwenye indawo. SDAccessErrorCardReadOnly = Ayinakho ukukhuphela ifayile kuba ikhadi le-SD liyasetyenziswa. SDAccessErrorCardMissing = Ayinakho ukukhuphela ifayile kuba ikhadi le-SD alibonakali. helperAppNotFound = I-%S ayivuleki kuba iaplikheshini yomncedi onxulumeneyo ayikho. Tshintsha unxulumano kwiipriferensi zakho. noMemory = Akukho memori yaneleyo ukugqibezela inyathelo olicelileyo.\n\nShiya ezinye iiaplikheshini uza kwakhona. title = Kuthotywa umthwalo we-%S fileAlreadyExistsError = I-%S ayikwazi kugcineka kuba sele ikho ifayile enegama elifana neli '_files' directory.\n\nZama ukugcina kwindawo eyahlukileyo. fileNameTooLongError = I-%S ayikwazi kugcineka kuba igama lefayile lide kakhulu.\n\nIzama ukugcina ngegama lefayile elifutshane.