# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. fileNotFound = Ifayile engu-%S ayifumaneki. Nceda ukhangele indawo uze uzame kwakhona. fileAccessDenied = Ifayile ekwi-%S ayifundeki. # %S is replaced by the uri host unknownProtocolFound = Enye yezi zilandelayo (%S) ayiyoprothokhol ibhalisiweyo okanye ayivumelekanga kule ndawo. connectionFailure = Ukudityaniswa akuvunywanga xa bekuzanywa ukuqhagamshelana ne-%S. netInterrupt = Unxibelelwano kwi-%S lupheliswe ngequbuliso. Ezinye iingcombolo zisenokuba zitshintshelwe kwenye indawo. netTimeout = Inkqubo iye yaphelelwa lixesha xa izama ukuqhagamshelana ne-%S. redirectLoop = Umlinganiselo wokuthunyelwa kwakhona kwale URL ugqithisiwe. Ayinakho ukulayisha ikhasi eliceliweyo. Oku kunokubangelwa ziikhukhi ezithintelweyo. confirmRepostPrompt = Ukubonisa eli phepha, iaplikheshini kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (elinjengokukhangela okanye ingqinisekiso) ebelenziwe ngaphambili. resendButton.label = Thumela kwakhona unknownSocketType = Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kokuba ufakele iPersonal Security Manager (PSM). Khuphela uze ufakele i-PSM uze uzame kwakhona okanye ukhwebe umlawuli weekhompyutha wakho. netReset = Uxwebhu aluqulethanga zingcombolo. notCached = Olu xwebhu alusafumaneki. netOffline = Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kwenethiwekhi. Ukungena kwinethiwekhi, khululela ukusebenza ngaphandle kwenethiwekhi kwimenyu yefayile. isprinting = Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta. deniedPortAccess = Ukufikelela kwinombolo yetshaneli enikiweyo kuqhwalelisiwe ngezizathu zokhuseleko. proxyResolveFailure = Iseva engummeli oyilungiseleleyo ayifumaneki. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona. proxyConnectFailure = Ukudityaniswa kwaliwe xa bekuzanywa ukuqhagamshelana neseva yommeli oyilungiseleleyo. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona. contentEncodingError = Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo. unsafeContentType = Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki. malwareBlocked = Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. unwantedBlocked = Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. deceptiveBlocked = Ipheph lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. cspBlocked = Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo. corruptedContentErrorv2 = Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka. sslv3Used = Ukhuseleko lwengcombolo yakho kwi-%S alunako ukuqinisekiswa kuba lusebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko eyaphukileyo. weakCryptoUsed = Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ingabiwa, uqhagamshelo kule webhsayithi alusekwanga. inadequateSecurityError = Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.